Galatians 1:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akutanda utixo, owandahlulayo kwa sezizalweni sikama̔, wa ndi biza ngalo ufefe lwake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke, xenikweni kwakholekayo kuThixo, owandahlulayo kwasesizalweni sikama, wandibiza ngalo ubabalo lwakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, xenikweni kwakholekayo kuThixo, owandahlulayo kwasesizalweni sikama, wandibiza ngalo ubabalo lwakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uThixo wandinyula ndingekazalwa, wandibiza ngenxa yesisa sakhe ukuba ndimsebenzele. Kuthe ke kwakukholeka kuThixo