Galatians 1:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba atyile unyana wake pakati kwam, ukuze ndishumayele yena pakati kwabaheyideni; ndati kwa oko, andabuzana nayo inyama negazi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba amtyhile uNyana wakhe ngaphakathi kwam, ukuze ndimshumayele ngeendaba ezilungileyo phakathi kweentlanga:kwaoko andibhekisanga nto kwinyama negazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba amtyhile uNyana wakhe ngaphakathi kwam, ukuze ndimshumayele ngeendaba ezilungileyo phakathi kweentlanga; kwaoko andibhekisanga nto kwinyama negazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukumbonakalisa uNyana wakhe kum, ukuze ndishumayele iindaba zakhe ezintlangeni, andabi sabuza nto mntwini,