Galatians 1:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nditi nqa ukuba nipambuka kamsinya kangaka kulowo owanibizayo ngofefe luka‐Kristu, nipambuk ela kwiyimbi ivangeli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndimangalisiwe kukuba niphambuke kamsinya kangaka kulowo wanibizayo ngobabalo lukaKristu, niye kwiindaba ezilungileyo ezizimbi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndimangalisiwe kukuba niphambuke kamsinya kangaka kulowo wanibizayo ngobabalo lukaKristu, niye kwiindaba ezilungileyo ezizimbi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndinithele nqa ukuba nithi ngexeshana nje elingephi nibe senindlandlatheka emva kwezinye iindaba ezingathi zimnandi, nimfulathele lowo wanibizayo ngesisa sikaKrestu.