Galatians 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba sitshilo pambili, kwa njalo kaloku ndibuya nditi: Ukuba umntu uyanishumayeza ivangeli epambana naleyo nayamkelayo, makabe yinto eqalekisiweyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengokuba besesitshilo, ndiyaphinda, ndithi nangoku, Ukuba ubani unishumayeza iindaba ezilungileyo ezinxamnye nezo nazamkelayo, makasingelwe phantsi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko besesitshilo, ndiyaphinda, ndithi nangoku, Ukuba ubani unishumayeza iindaba ezilungileyo ezinxamnye nezo nazamkelayo, makasingelwe phantsi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Besenditshilo, nangoku ndiyaphinda, ndithi: Ukuba kukho bani onishumayeza iindaba ezingathi zimnandi eziphikisana nezo senizamkele, loo mntu makaqalekiswe!