Galatians 2:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akufika u‐Petrosi e‐Antiyoki, ndamelana naye ngasebusweni, kuba ebesekugwetyweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, xenikweni uPetros wafikayo kwa-Antiyokwe, ndamelana naye ngokusekuhleni, ngokuba ube engogwetyiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, xenikweni uPetros wafikayo kwa-Antiyokwe, ndamelana naye ngokusekuhleni, ngokuba ube engogwetyiweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa wayeseAntiyokwe uPetros ndamgqogqa iindlebe, ndimxelela ngempazamo yakhe eyayidandalazile mpela.