Galatians 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo amanye ama‐Juda nawo ahanahanisa kunye naye; wada no‐Banabasi waku̔kuliswa na wo ngohanahaniso lwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ahanahanisa njengaye namanye amaYuda; wada noBharnabhas wakhukuliswa luhanahaniso lwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Namanye amaYuda amkhohlisa ngokunjalo; wada noBharnabhas wakhukuliswa luhanahaniso lwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Namanye amakholwa amaJuda abonakalisa kwaobo bubhetyebhetye bufana nobukaPetros, kangangokuba noBharnabha wawexuleka bobo bubhetyebhetye.