Galatians 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba siti, nxa sifuna ukugwetyelwa kuye u‐Kristu, sifunyanwe nati ngokwetu ukuba ngaboni, kanene u‐Kristu ungumkonzi wesono na? Kwanga kungebe njalo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba, sifuna nje ukugwetyelwa ngoKristu, sifunyanwa singaboni nathi ngokwethu, ndiyabuza ndithi, uKristu ungumlungiseleli wesono na ke ngoko? Nakanye!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba, sifuna nje ukugwetyelwa ngoKristu, sifunyanwa singaboni nathi ngokwethu, ndiyabuza ndithi, uKristu ungumlungiseleli wesono na ke ngoko? Makube lee oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke thina sizamela ukwenziwa amalungisa nguThixo ngokumanywa noKrestu, sisafumaneka sisenza isono, ngaba loo nto ithetha ukuthi uKrestu uhambisana nesono? Nakanye!