Galatians 2:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba izinto endazici̔tayo ukuba zona ezi ndibuya ndizimise, ndizibonakalisa ukuba ndingumgqiti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba izinto endazichithayo, ndibuya ndakhe zona, ndiyaziqondakalisa ngokwam ukuba ndingumgqithi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba izinto endazichithayo, ndibuya ndakhe zona, ndiyaziqondakalisa ngokwam ukuba ndingumgqithi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ndiyaphinda ndiyivuse imikhwa endahlukanáyo nayo ndiyazicacisa ukuba ndim isaphulamthetho.