Galatians 2:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba mna ngawo umteto ndafa ngakuwo umteto, ukuze ndidle ubomi ngakuye utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba mna ngomthetho ndafa kumthetho, ukuze ubomi ndibudlele kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mna ngomthetho ndafa kumthetho, ukuze ubomi ndibudlele kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndafa kuwo umthetho – ndibulawa kwangawo amabango omthetho – ukuze ndiphilele uThixo. Ndibethelelwe emnqamlezweni kunye noKrestu,