Galatians 2:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andilububisi ufefe lukatixo; ngokuba ubulungisa ukuba bungawo umteto, kukona u‐Kristu wafayo kungeko tuba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Andilutshitshisi ubabalo lukaThixo; kuba, ukuba bungomthetho ubulungisa, oko uKristu angaba wafumana wafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andilutshitshisi ubabalo lukaThixo; kuba, ukuba bungomthetho ubulungisa, oko uKristu angaba wafumana wafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andifekethi ngesisa sikaThixo; kuba, ukuba umntu ebenokuba lilungisa phambi koThixo ngenxa yokugcina umthetho, loo nto ibiya kuthetha ukuba wafumana wafa uKrestu.