Galatians 2:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba lowo wasebenzayo ku‐Petrosi ngakubo ubupostile bokwaluka, wasebenza nakum ngakubo abaheyideni,)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(kuba kwalowo wamsebenzelayo uPetros ngokusingisele kubo ubupostile babolwaluko, wandisebenzela nam ngokusingisele kwiintlanga);
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Kuba lo wasebenza ngokusebenzayo ngoPetros ebupostile bolwaluko, waye waba namandla kum phakathi kweentlanga);
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku amandla kaThixo andenza *ndangumthunywa ezintlangeni, kanye ngale ndlela uPetros wenziwa ngayo wangumthunywa kumaJuda.