Galatians 3:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke abangabakuyo imisebenzi yomteto bepantsi kwesiqalekiso: ngokuba kuba̔liwe ukuti: Uqalekisiwe osukuba engahlali kuzo zonke izinto eziba̔liweyo encwadini yomteto ukuba azenze.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bonke abangabasemisebenzini yomthetho, baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa, Baqalekisiwe bonke abangahlaliyo ezintweni zonke ezibhaliweyo encwadini yomthetho, ukuba bazenze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke abangabasemisebenzini yomthetho, baphantsi kwesiqalekiso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke abo bakholose ngokuthobela umthetho baqalekisiwe. Kaloku iziBhalo zithi: “Uqalekisiwe nguThixo lowo ungakuzondeleliyo ukuzithobela zonke iindawo ezisencwadini yomthetho!”