Galatians 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa, ukuba emtetweni akuko mntu ogwetyelwayo pambi kwotixo, kusekuhleni; kuba. Olungileyo uya kupila ngokolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okokuba ke akukho namnye ugwetyelwayo ngomthetho kuye uThixo, kuyabonakala; ngokuba lowo ulilungisa, uya kudla ubomi obuphuma elukholweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke kuyabonakala ukuba akukho mntu ugwetyelwa ngomthetho kuye uThixo, kuba lowo ulilungisa uya kudla ubomi obuphuma elukholweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuyaqondakala ke ukuba akukho mntu ugwetyelwa nguThixo ngenxa yomthetho; kuba zithi iziBhalo: “Uya kudla ubomi lowo wenziwe ilungisa nguThixo ngenxa yokukholwa.”