Galatians 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ilifa ukuba livela emtetweni, alisaveli edingeni: kodwa utixo walipa u‐Abrahame ngalo idinga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ilifa elo, ukuba liphuma emthethweni, loba alisaphumi edingeni; ke yena uThixo umbabale uAbraham ngedinga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ilifa elo, ukuba liphuma emthethweni, loba alisaphumi edingeni; ke yena uThixo umbabale uAbraham ngedinga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku, ukuba ngaba ilifa lixhomekeke emthethweni, loo nto ithetha ukuba alizuzwa ngokwesithembiso, ibe ke kodwa uAbraham walinikwa nguThixo ngesithembiso.