Galatians 3:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko isiba̔lo sabavalela ndawonye kwa bonke ngapantsi kwesono, ukuze idinga elingokolo luka‐Yesu Kristu lunikwe kwabo bakolwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke sona isibhalo sisuke sazivalela ndawonye izinto zonke phantsi kwesono, ukuze idinga eliphuma ekukholweni kuYesu Kristu linikwe abakholwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke sona isibhalo sisuke sazivalela zonke phantsi kwesono, ukuze idinga eliphuma ekukholweni kuYesu Kristu linikwe abakholwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke *iziBhalo ngokwazo zithi ihlabathi liphela lilawulwa sisono. Ngale ndlela ke isithembiso sifumaneka ngokholo kuYesu Krestu, futhi ke sizuzwa ngâbo bakholwayo bodwa.