Galatians 3:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nonke nina enabapitizeshelwayo ku‐Kristu, namambata u‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba nina nonke, nabhaptizelwayo kuKristu, namambatha uKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nina nonke, nabhaptizelwayo kuKristu, namambatha uKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nonke nina babhaptiziweyo nimanywe noKrestu; ngoko ke nambethe uKrestu.