Galatians 3:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba ningabaka‐Kristu, kukona niyinzalo ka‐Abrahame, nendlalifa ngokwedinga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke nina ningabakaKristu, niyimbewu ka-Abraham ngoko, neendlalifa ngokwedinga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke nina ningabakaKristu, niyimbewu ka-Abraham ngoko, neendlalifa ngokwedinga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke ningabakaKrestu ningabazukulwana baka-Abraham. Ngoko ke niziindlalifa ngokwesithembiso.