Galatians 3:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intlungu ezininzi kangaka nifumane naziva na? ukuba kambe kufumana kunjalo ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izinto ezinzima kangaka nafumana naziva na? ukuba kanti benifumana nisenza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izinto ezinzima kangaka nafumana naziva na? ukuba bekulilize.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba izigigaba ezinjengezi naba nazo zafumana zabakho? Ngenene azizange zifane zehle nje!