Galatians 3:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njengokuba u‐Abrahame wakolwa ngutixo, kwaza kwambalelwa kube kukulunga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
njengokuba uAbraham wakholwayo nguThixo, kwaza oko kwabalelwa ebulungiseni kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
njengokuba uAbraham wakholwayo nguThixo, kwaza oko kwabalelwa ebulungiseni kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kunjengoko *iziBhalo zitshoyo ngoAbraham ukuthi yena wakholwa kuThixo, waza ke uThixo wamenza ilungisa ngenxa yokukholwa kwakhe.