Galatians 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke abo baselukolweni bayatanyusanqelwa kunye no‐Abrahame okolwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke abaselukholweni bayasikelelwa ndawonye noAbraham okholwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke abaselukholweni bayasikelelwa ndawonye noAbraham okholwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakholwa ke uAbraham, waza uThixo wamthamsanqelisa. Ngokunjalo ke bonke abakholwayo banenxaxheba kwintsikelelo ka-Abraham.