Galatians 4:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bebubobanina ngoko ubutamsanqa enati ninabo? kuba ndininqi̔nela okokuba ninge nite, ukuba bekusenzeka, nawadonyula amehlo enu, nawapa mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabe kuyintoni na ngoko ukuziyolisa kwenu? Kuba ndiyaningqinela, ukuba bekunokwenzeka, ninge nawakrukrayo amehlo enu, nandinika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Luphi na ngoko ubabalo enanithetha ngalo? Kuba ndiyaningqinela, ukuba bekunokwenzeka, ninge nawakrukrayo amehlo enu, nandinika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naninemincili kangaka nje! Konakele phi ngoku? Nam ngokwam ndiyangqina ndithi: Ukuba kwakunokwenzeka, ngenanikrolonqe nawenu amehlo nawanika mna.