Galatians 4:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lusatshana lwam! endinenimba yokunizala kanjako, ade u‐Kristu afanekiselwe kuni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bantwana bam, endibuye ndanenimba ngabo, ade uKristu amiliswe ngaphakathi kwenu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bantwanana bam, endibuye ndanenimba ngabo, ade uKristu amiliswe ngaphakathi kwenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bantwana bam endibathandayo, ndiyaphinda ndiva intlungu kwakhona ngenxa yenu, kanye oku komfazi osikwa yinimba. Ndophumla sakwakheka isimilo sikaKrestu kuni.