Galatians 4:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bendingatandayo okunene ukubako kuni kaloku, nokuguqula ilizwi lam, kuba ndixakekile ngani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bendithanda ke ukubakho kuni ngoku, ndilenze libe lilimbi ilizwi lam; ngokuba ndiyathingaza ngani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bendithanda ke ukubakho kuni ngoku, ndilenze libe lilimbi ilizwi lam; kuba ndiyathandabuza ngani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andinqweni ngako ukunga ndingalapho kuni ngoku, khon' ukuze nive kwangelizwi eli lam ixhala endinalo; kaloku ndiyanoyikisela.