Galatians 4:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuba̔liwe ukuba u‐Abrahame ebenonyana ababini; omnye ngekobokakazi, nomnye ngomfazi okululekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kubhaliwe kwathiwa, uAbraham wayenoonyana ababini:omnye engowekhobokazana, omnye engowomfazi okhululekileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kubhaliwe kwathiwa, uAbraham wayenoonyana ababini: omnye engowekhobokazana, omnye engowomfazi okhululekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umthetho uthi uAbraham wayenoonyana ababini; omnye wayengunyana wesicakazana esilikhoboka, omnye engunyana womfazi wekhaya.