Galatians 4:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko lowo wekobokakazi ebezelwe ngokwenyama; kodwa lowo womfazi okululekileyo wazalwa ngalo idinga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye okunene lowo wekhobokazana ezelwe ngokwenyama; kodwa lowo womfazi okhululekileyo wayezelwe ngalo idinga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa lowo wekhobokazana wayezelwe ngokwenyama; kodwa lowo womfazi okhululekileyo wayephume ngalo idinga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo nyana wesicakazana yena wazalwa ngendlela azalwa ngayo wonke umntu, kodwa yena unyana womfazi wekhaya wazalwa ngenxa yesithembiso sikaThixo.