Galatians 4:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba eli gama u‐Hagare liyintaba ye‐Sinai e‐Arabi:) kanjalo uyalungelelana ne‐Yerusaleme ekoyo ngoku, eti ke ikonze ndawonye nabantwana bayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba loo nto inguHagare yiSinayi, intaba ekwelama-Arabhi, elungelelene neYerusalem yakalokunje, esebukhobokeni ke nabantwana bayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba loo nto inguHagare yiSinayi, intaba ekwelama-Arabhi, elungelelene neYerusalem yakalokunje, esebukhobokeni ke nabantwana bayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHagare ufuzisela intaba yeSinayi kwelama-Arabhu, ekwafanekisa le dolophu yaseJerusalem ikhoyo ngoku, esebukhobokeni nabemi bayo bonke.