Galatians 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ukuba ningonyana, wati utixo watumela ezintliziywenu zenu umoya wonyana wake, ebiza ukuti: Aba, Bawo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ke ningoonyana, uThixo wamkhupha uMoya woNyana wakhe, weza ezintliziyweni zenu, edanduluka esithi, Abha, Bawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ke ningoonyana, uThixo wamkhupha uMoya woNyana wakhe, weza ezintliziyweni zenu, edanduluka esithi, Abha, Bawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukubonakalisa ukuba ningoonyana bakhe, uThixo unambese ngoMoya woNyana wakhe. Lowo ke ngulo Moya nidanduluka ngaye nithi: “Tata.”