Galatians 4:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke akusabi likonza, ungunyana; nokuba ungunyana, uyindlalifa katixo ngaye u‐Kristu kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke akusengumkhonzi, ungunyana; ukuba ke ungunyana, ukwayindlalifa kaThixo ngoKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke akusengumkhonzi, ungunyana; ukuba ke ungunyana, ukwayindlalifa kaThixo ngoKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke anisezizo izicaka, koko ningoonyana. Ukuba ke ngoko ningoonyana bakhe, uThixo uya kunenza iindlamafa.