Galatians 5:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ke ndinokutemba ngakuni enkosini, ukuba aniyi kunyamekela into yimbi: kodwa lowo unipitizelisayo uya kutwala ukugwetywa kwake, noko angubanina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndikholosekile malunga nani eNkosini, ukuba aniyi kucinga nto yimbi; ke onikhathazayo uya kuluthwala ugwebo, nokuba ngongubani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndikholosekile malunga nani eNkosini, ukuba aniyi kucinga nto yimbi; ke onikhathazayo uya kuluthwala ugwebo, nokuba ngongubani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumanyana kwethu eNkosini kundenza ndinithembe ukuba aniyi kuhamba naluvo lulolunye. Naye loo mntu uniqunga-qungayo, nokuba ungubani na, uya kohlwaywa nguThixo.