Galatians 5:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna, bazalwana! ukuba ndisashumayela ulwaluko, yinina ukuba ndisatshutshiswa? kukona sitshabaleleyo izixakaniso sekuruse.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke, bazalwana, ukuba ndingaba ndisavakalisa ulwaluko, ndisatshutshiselwani na? —singaba sibhangisiwe njengoko isikhubekiso eso somnqamlezo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke, bazalwana, ukuba ndingaba ndisavakalisa ulwaluko, ndisatshutshiselwani na? Isono somnqamlezo sithe sayekwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ke, mawethu, ngaba ndisatshutshiselwa ntoni ukuba ndisashumayela ukuba ulwaluko luyimfuneko? Ukuba ibiyinyaniso loo nto, ukushumayela kwam umnqamlezo ngekungesiso isikhubekiso.