Galatians 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wona umteto wonke uzalisekiswa kwilizwi linye, kwelokuti: Uya kutanda ummelwane wako njengokuzi tanda kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wonke umthetho uzaliswe ngazwi linye, ngeli lithi, Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wonke umthetho uzaliswe ngazwi linye, ngeli leli; Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umthetho xa uwonke ushwankathelwa ngomyalelo omnye othi: “Mthande ummelwane wakho kanye ngale ndlela uzithanda ngayo nawe.”