Galatians 5:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Masingabi ngabazidlayo, sitelekisana, sinomona omnye kwomnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Masingabi ngabozuko olulambathayo, sithelekisana, simonelana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Masingafuni luzuko olulambathayo, sicaphukisana, simonelana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Masingazigwagwisi, sicaphukisana, simonelana.