Galatians 5:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Esisicengo asiveli kulowo unibizayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Olo loyiseko lwenu aluphumi konibizayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Olo loyiseko lwenu aluphumi konibizayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo nto ayenziwanga nguThixo lo unibizayo.