Galatians 6:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
BAZALWANA! xeshekweni umntu aka abaqelwe sisiposo, yitini nina ninga bomoya nilungise onjalo emoyeni wolulamo; wena uzigqala nje, hleze nawe uzingwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazalwana, ukuba umntu uthe waqutyulwa nokuqutyulwa sisiphoso esithile, nina bangaboMoya, mlulekeni onjalo ninomoya wobulali; uzilumkela ukuba ungahendwa nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazalwana, ukuba umntu uthe waqutyulwa nokuqutyulwa sisiphoso esithile, nina bangaboMoya, mlulekeni onjalo ninomoya wobulali; uzilumkele, ukuze ungahendwa nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawethu, ukuba kukho mntu nimbhaqe esona, nina balawulwa nguMoya mfakeni endleleni; kodwa loo nto niyenze ngobulali, nizilumkele nina ziqu, hleze nani nilingeke.