Galatians 6:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kwa bona abalukayo bengabambi umteto ngokwabo; koko befuna ukuba nina naluke, ukuze baqa̔yise enyameni yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kwanabo balukayo, bengawubambi umthetho, bathanda ukuba naluswe, ukuze baqhayise ngeyiyeyenu inyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kwanabo balukayo, bengawubambi umthetho; bafuna nje ukuba nalùswe, ukuze baqhayise ngeyiyeyenu inyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba nkqu nabo balukayo abawuthobeli ncam umthetho; bafuna nje ukuba naluke ukuze baqhayise ngento yokuba nilenzile isiko – eliyinto nje yangaphandle!