Galatians 6:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuye u‐Kristu Yesu kungekukwaluka okunamandla nganto, kungekukungaluki nakanjako, kusisidalwa esitsha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kwabakuKristu Yesu, akunamandla anto ukwaluka nokungaluki; into enamandla sisidalwa esitsha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kwabakuKristu Yesu, akunamandla anto ukwaluka nokungaluki; into enamandla sisidalwa esitsha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba umntu walukile, nokuba akalukanga, akunamsebenzi. Into ebalulekileyo kukuba yindalo entsha.