Galatians 6:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku makungabi sabiko mntu ondikatazayo: ngokuba mna ndizitwala izibanda zenkosi u‐Yesu emzimbeni wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elokugqiba ndithi, Makungabikho namnye undixhamlayo; kuba mna, iimpawu zeNkosi uYesu ndiziphethe ngomzimba wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elokugqiba ndithi, Makungabikho namnye undixhamlayo; kuba mna, iimpawu zeNkosi uYesu ndiziphethe ngomzimba wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiphetha ngelithi: Mandingaphindi ndikhathazwe mntu, kuba iziva ezisemzimbeni wam zixela ukuba ndisisicaka sikaKrestu.