Galatians 6:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umntu ukuba uba uyinto, nxa angento, ekohlisa eyake intliziyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba umntu, ukuba uba uyinto, engento, uyazikhohlisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umntu, ukuba uba uyinto, engento, uyazikhohlisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba umntu uzicingela ukuba ubhetele, abe engento kodwa, uzikhohlisa nje ngokwakhe lowo.