Galatians 6:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bonke ngabanye mabalinge owabo umsebenzi, baye beya kuti oko babe nako bangaqa̔yisayo ngako kokwabo bodwa, kungekokwabanye abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elowo ke makawucikide owakhe umsebenzi, wayeya kwandula ukuba neqhayiya ngokwakhe yedwa, angabi nalo ngomnye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elowo ke makawucikide owakhe umsebenzi, wayeya kwandula ukuba neqhayiya ngokwakhe yedwa, angabi nalo ngomnye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ngamnye makazivavanye ngokwakhe isimilo sakhe; andule ke azikhangele umngangatho akuwo ngokuzithelekisa yena siqu, nendawo afanele ukuba kuyo. Makangazilinganisi nomnye umntu.