Galatians 6:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke ngabanye beya kutwala owabo umtwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba elowo uya kuwuthwala owakhe umthwalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku wonke umntu uya kuwuthwala owakhe umthwalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku wonke umntu unomthwalo wakhe ekufuneka awuthwale yedwa.