Galatians 6:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize ningakohliswa ke: utixo akanakuhlekwa; ngokuba oko asukuba ekuhlwayela umntu, kona oku uya kukuvuna kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukulahlekiswa; uThixo yena asingowokuhlekisa. Kuba into athe wahlwayela yona umntu, wovuna kwayona;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukulahlekiswa; uThixo yena asingowokuhlekisa; kuba into athe wahlwayela yona umntu, wovuna kwayona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningazikhohlisi! UThixo akanakwenziwa isidenge ngumntu. Umntu uya kuvuna kanye loo nto ayihlwayeleyo.