Galatians 6:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuba ohlwayelelayo eyake inyama eya kuti kwa kuyo inyama avune ulwonakalo: kodwa ohlwayelelayo umoya woti kwa kuye umoya avune ubomi obungunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama, wovuna ukonakala ngokwasenyameni; lowo uhlwayelela uMoya ke, wovuna ubomi obungunaphakade ngokwaseMoyeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama, wovuna ukonakala ngokwasenyameni; lowo uhlwayelela uMoya ke, wovuna ubomi obungunaphakade ngokwaseMoyeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uhlwayela imbewu yesimo esidala, uya kuvuna ilahleko esa ekufeni; ukuba uhlwayela imbewu yesimo esitsha phantsi koMoya kaThixo, uya kuvuna indyebo esa kobona bomi bungenasiphelo.