Genesis 1:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba zipate pezu kwemini napezu kwobusuku, nokuba zisenze isahlulo pakati kwokukanya nobumnyama. Waye utixo wabona ukuba kulungile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zahlule ukukhanya kubumnyama. Wabona uThixo ukuba kulungile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nokuba zilawule imini nobusuku, zikwahlule ukukhanya nobumnyama. Wabona uThixo ukuba kulungile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
zongamele imini kunye nobusuku, nokuze zahlule ukukhanya nobumnyama. Wakholwa uThixo nazizo.