Genesis 1:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU umhlaba wabugxwayiba, wauzé kanjalo: kwabako nobumnyama ebusweni benzulu. Waye u‐Moya katixo wazamazama pezu kwobuso bamanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ehlabathini kwakusenyanyeni, kuselubala; kwakumnyama phezu kwamanzi enzonzobila. UMoya kaThixo wafukama phezu kwamanzi lawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umhlaba wawusenyanyeni, ungento; Kwabakho ubumnyama phezu konogumbe womhlaba kwaye uMoya kaThixo wawuhamba phezu kwamanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuselubala nje emhlabeni, kungekho nto ikhoyo. Inzonzobila yamanzi eyayigubungele konke yayithiwe gqume sisithokothoko sobumnyama. UMoya kaThixo wafukama phezu kwaloo manzi.