Genesis 1:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesihlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesihlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwahlwa, kwaza kwaba ngumhla wesihlanu ngengomso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwahlwa, kwasa, yaba ngumhla wesihlanu lowo.