Genesis 1:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti utixo: Bona ke, ndinipile yonke imifuno inika imbewu, epezu kwobuso bomhlaba wonke, nayo yonke imiti ekukuyo isiqa̔mo somti sinika imbewu: yoba yinto yokutya kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo, Yabonani, ndininikile yonke imifuno evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu: yoba kukudla kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uThixo, Yabonani, ndininika yonke imithi evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nemithi yonke evelisa iziqhamo, ethwala imbewu; mayibe kukutya kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndininika zonke izityalo ezithwala iinkozo elizweni, kunye nemithi ethwala iziqhamo. Zoba kukutya kwenu ezo zinto.