Genesis 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti utixo: Makubeko ukukanya; kwaza kwabako ukukanya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo, Makubekho ukukhanya. Kwabakho ke ukukhanya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uThixo, Makubekho ukukhanya, kwabakho ukukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uThixo makubekho ukukhanya. Kwabakho ukukhanya.