Genesis 1:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuzo zonke izilo zomhlaba, nakuzo zonke intaka zezulu, nakuzo zonke izinto ezinambuzelayo emhlabeni, ekukuzo ubomi, ndipile yonke imifuno eluhlaza ibe kukutya. Kwaye kunjalo ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nezinto zonke eziphilileyo zomhlaba, neentaka zonke zezulu, nezinambuzane zonke ezisemhlabeni, ezinomphefumlo ophilileyo, ndizinike yonke imifuno eluhlaza ukuba ibe kukudla. Kwaba njalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa zonke izinto eziphilileyo zehlabathi, neentaka zonke zezulu, nezinambuzane zonke ezisemhlabeni, ezihleli phezu kwazo, ndizinikele kuzo zonke imifuno ephuma kuyo ukuba zibe kukudla. Kwenzeke ngolu hlobo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona iintaka nezilo zonke ziya kutya uhlaza.” Kwaba njalo ke.