Genesis 1:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye utixo wabona konke abekwenzile, kekaloku bona ke, kwakulungile kunene. Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesitandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakubona uThixo konke akwenzileyo, nanko, kulungile kunene.Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesithandathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakukhangela uThixo konke akwenzileyo, nanko, ukuba kulungile kunene. Kwahlwa, kwasa ke ngomhla wesithandathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wakholwa kakhulu yiyo yonke indalo yakhe. Kwahlwa, kwasa; yaba ngumhla wesithandathu ke lowo.