Genesis 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati utixo ukutiya isibakabaka, lizulu. Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo isibhakabhaka ngamazulu. Kwahlwa, kwasa:yangumhla wesibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawabiza uThixo amazulu, kwahlwa, kwasa ke ngowesibini umhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uThixo amajukujuku lawo sisibhakabhaka. Kwahlwa, kwabuya kwasa; yaba ngumhla wesibini ke lowo.